Pages

Search This Blog

X087 Kristu mKhululi wethu

X87 Kristu mKhululi wethu
8.8.8.8

Kristu mKhululi wethu
Wena ulithemba lethu
Ulithemba labo bonke
Abasemhlabeni wonke.
---
Jesus Christ our redeemer
you are our only hope.

Ulithemba lenyaniso
Akunayo inkohliso
Ulithemba elimiyo
Lona lingashukumiyo
---
You are the hope of truth,
There is no deception in you.

Ulithemba laabo booni
Ababuya ezonweni
Bakuxel'izoono zabo
Wena ulithemba labo
---
You are the hope of mercy.
Sinners put their hope in you.

Ulithembe labalili
Laabo bathi" Awu sonile!"
Ulithemba lamakholwa
Ulithemba elilodwa
---
When we confess,
you give us hope.

Ngako ma sithembe sonke
Kuwe ngamaxesha onke
Side size enyhwebeni
Phambi kwakho ezulwini. Amen
---
So we plae all our trust in you.

No comments:

Post a Comment