Pages

Search This Blog

X294 Sivelele, nKosi,

X294 Sivelele, nKosi,
6.6.8.6

1 Sivelele, NKosi,
Uzazise kuthi:
Ezi mfihlakalo zaKho
Ma ziqiqwe sithi.
---
Most High God,
Reveal yourself.
Help us to see your mysteries.

2 Z'usisikelele
Esi sidlo sethu,
Sithi Wena sikamkele
Ngokukholwa kwethu.
---
Bless this meal.
Receive our offering.
In faith.

3 Ezi zinto zonke
Zesithebe saKho,
Zenze zisisingisele
Kwinyaniso yaKho.
Amen.
---
Enthrone yourself above 
everything.  Help us to

see you in truth.

No comments:

Post a Comment