Pages

Search This Blog

X038 Yesu Gama linoyolo

X038 Yesu Gama linoyolo
How Sweet the Name of Jesus Sounds
Rev John Newton (tr MD Foley)
8.6.8.6

1 Yesu Gama linoyolo
Kulow' ukholwayo
Liphelisa zonk' intsizi
Kulo woyikayo
---
1 How sweet the name of Jesus sounds 
in a believer's ear! 
It soothes our sorrows, heals our wounds, 
and drives away our fear. 

2 Liphilisa umphefumlo
Ongxwelerhiweyo
Lixhasa olambileyo
Kwa nodiniweyo
---
2 It makes the wounded spirit whole 
and calms the troubled breast; 
'tis manna to the hungry soul, 
and to the weary, rest. 

3 Lilikhaka kwa neliwa
Elikhuselayo
Lanelise ngobutyebi
Obungapheliyo

4 Yesu Mhlobo noMalusi
NoKumkani wami
Ndlela nene bomi bami
Uyingoma yam
---
3 O Jesus, shepherd, guardian, friend, 
my Prophet, Priest, and King, 
my Lord, my Life, my Way, my End, 
accept the praise I bring. 

5 Ndinga ndingabonga njalo
Ndisekobu bomi 
Ze ndimemelele njalo
Xa ndiwela iJordan
---
4 How weak the effort of my heart, 
how cold my warmest thought; 
but when I see you as you are, 
I'll praise you as I ought. 

5 Ndize ndinkqonkqoze ngalo
Kumasangw' eZulu
Ndize ndibulise ngalo 
Kumkhosi weZulu
---
5 Till then I would your love proclaim 
with every fleeting breath; 
and may the music of your name 
refresh my soul in death.

No comments:

Post a Comment