Pages

Search This Blog

X227 Nkosi yam, ubundithanda

X227 Nkosi yam, ubundithanda
8.7.8.7.7

1 Nkosi yam, ubundithanda
Ekulahlekeni kwam,
Nkosi yam, waman' ulanda
futhi emkhondwe wam.
Ndafunyanwa,nKosi yam.
---
Lord you loved me 
even when I was lost
You searched for me
until you found me.

2 Nkosi yam, ilizwi lakho.
Lingumkhanyiseli wam.
Nkosi yam, ufefe lakho
lusisonwabiso sam.
Ndinovuyi, Nkosi yam.
---
Lord your Word is light,
Lord your grace is my delight.
In you I find great joy.

3 Nkosi yam,uMoya wakho
Uya ndingcwalisa nam.
Nkosi yam,izulu lakho
Lona lilikhaya lam.
Ma ndingene,Nkosi yam.
Amen
---
My Lord your Holy Spirit
Sanctifies me, Your heaven
is my home.  Let me in Lord.

No comments:

Post a Comment