Pages

Search This Blog

X239 Bawo! xa ndilahlekayo

X239 Bawo! xa ndilahlekayo
8.8.8.8
He said, "I was born with nothing, and I will die with nothing. The Lord gave, and now he has taken away. May his name be praised!"
- Job 1:21

1 Bawo! xa ndilahlekayo
Kolu hambo lweli lizwe;
Hlal' undifundis' ukuthi –
"Ma yenzek' intando yaKho."
---
When I'm lost 
Teach me to pray:
"Let thy will be done."

2 Olu hambo luneengozi,
Olu hambo luneentshaba;
Zezithunywe nguWe zonke
"Ma yenzek' intando yaKho."
---
When I am confronted
by my enemies.
Teach me to pray:
"Let thy will be done."

3 Xenikweni wandihlutha
Into endiyithandayo,
Ndoba ndibuyis' eyaKho;
"Ma yenzek' intando yaKho."
---
When I lose the things 
I love, teach me to pray:
"Let thy will be done."

4 Ndakuhliwa nasisifo,
Onk' amandla am ahluthwe,
Ndakuzama Baw' ukuthi, –
"Ma yenzek' intando yaKho."
---
If I lose all my strength,
When I am sick.
Teach me to pray:
"Let thy will be done."

5 Yiguqul' eyam intando,
Yifanise nay' eyaKho;
Susa konke ukukrokra,
"Ma yenzek' intando yaKho."
Amen
---
Turn my heart around.
Let me look to you.
Take away my complaints.
"Let thy will be done."

No comments:

Post a Comment