Pages

Search This Blog

Liturgy: Umbedesho p20 Ndiya Kholwa

The Apostle's Creed (p20)


Ndiya Kholwa ku Thixo 

uYise onamandla onke, 

I believe in Almighty God

umDali wezulu nomhlaba. 

Creator of heaven & earth.


Naku-Yesu Kristu, 

uNyana wakhe emnye,

And in Jesus Christ, 

his only begotten Son,

inKosi yethu; owakhawulwa 

ngoMoya oyiNgcwele; 

Our Lord, conceived of the Holy Spirit.


Wazalwa yintombi uMariya;

Born of the Virgin Mary

Weva ubunzima phantsi 

koPontyusi Pilati;  

He suffered under Pontius Pilate

Wabethelelwa emnqamlezweni, 

wafa wanchwatywa;  

He was nailed to the cross, 

died and was buried


Wehlela Ehadesi, 

He descended into hell:

uthe ngomhla wesithathu wavuka ekufeni, 

The third day he rose again from the dead:

Wenyuka waya ezulwini; 

He ascended into heaven,


Apho ahleli ngasekunene koThixo, uyise

onamandla onke, 

 and sits at the right hand of God the Father Almighty:

Woda  avele khona, aze kugweba abahleliyo

nabafileyo. 

From thence he shall come to judge the quick and the dead:


Ndiya kholwa kuMoya oyiNgcwele;

I believe in the Holy Spirit

Nayi-IRemente engcwele 

ekulo lonke ilizwe;  

And the Holy Catholic Church


Nabu-budlelane babangcwele;  

Nakukuxolelwa kwezoono; 

And the communion of saints, 

the forgiveness of sins 


Nakukuvuka komzimba ekufeni;  

And the ressurection of the body

Nabubomi obungunaphakade.

And the life everlasting

             Amen.


No comments:

Post a Comment