Pages

Search This Blog

X110 Phefumlela Thixo wethu,

X110 Phefumlela Thixo wethu,
8.8.8.8
O Breath of God, breathe on us now

1 Phefumlela Thixo wethu,
Xa sithandazayo kuwe;
Sidalel ubom' obutsha,
Ma sikhanyiselwe nguWe.
---
1. O breath of God, breathe on us now,
And move within us while we pray:
The Spring of our new life art Thou,
The very light of our new day.

2 Siya buv' ubukho bakho,
Ukho, ukufuphi kuthi;
Siya liv' ilizwi laKho,
Uya theth' uMoya waKho.
---
2. O strangely art Thou with us, Lord,
Neither in height nor depth to seek:
In nearness shall Thy voice be heard;
Spirit to spirit Thou dost speak.

3 Kristu, mThetheleli wethu,
Siph' uMoya onqhinayo;
Asixhase ngenyaniso,
Xa isoono sihendayo.
---
3. Christ is our Advocate on high;
Thou art our Advocate within.
O plead the truth, and make reply
To every argument of sin.

4 Z'usinyamezele bawo,
Sakuxakwa yintliziyo,
Ethi nok' indlel' iyazi,
Ib' ithanda ukunxaxha.
---
4. But ah, this faithless heart of mine,
The way I know, I know my Guide:
Forgive me, O my Friend divine,
That I so often turn aside.

5 Xa singenawumb' umlobo,
Onokuvelana nathi;
Z'usincede mThuthuzeli,
Kuphel' izoyiko Zethu. Amen.
---
5. Be with me when no other friend
The mystery of my heart can share;
And be Thou known, when fears transcend,
By Thy best name of Comforter. Amen.

No comments:

Post a Comment