Pages

Search This Blog

X170 Akwaba se ndivuma

X170 Akwaba se ndivuma

7.7.7.7.7.7


1. Akwaba se ndivuma,

Nangentliziyo yami,

Ukwahlukana nayo,

Inkohlakalo yami;

Ndisuke ndiye kuYe,

OngumSindisi wami.

---

If I confess my sins 

I will be forgiven.


2. Akwaba ndinokuva

Usizi emoyeni,

Olona lusingisa

Kwa seluguqukweni,

Luhamba ngalo ndlela

Iphela emgcobeni.

---

I am hopeless without

your grace.


3. Akwaba ndinokholo

Luqhub' umxhelo wami.

Ndibambelele kuye

Ofel' ityala lami,

Ndihlale ndithembela

Kuloo mHlaw'leli wami.

---

Let me have faith to know 

that my home is with you.


4. Akwaba ndinamandla,

Avela enKosini,

Ndikwaale okomhlaba,

Ndibeke ezulwini.

Ndivuselele, Thixo,

Ndiphume ebubini. Amen.

---

Lord give me strength 

deliver me from evil


No comments:

Post a Comment