Pages

Search This Blog

X315 Singabazalwana,

X315 Singabazalwana, 

12.9.12.9


1 Singabazalwana, singabazalwana

Lusapho lweNkosi enkulu;

Singe sithandana, singe sithandana

Awukho umona phezulu.

---

We are God's family.


2 Singabancedani, singabancedani

Bakhonzi beNkosi enkulu;

Ngesingahlukani, ngesingahlukani

Akwenjiwa njalo phezulu.

---

We serve God 

and we serve each other.


3 Sisemkhosin'omnye, sisemkhosin'omnye

Makroti eNkosi enkulu;

Singe siyilwela kwangantliziyo-nye

Akukho bugwala phezulu.

---

We are united in God.


4 Ezulwin'elinye, emvuyelelweni

Sobong'uKumkani omkhulu;

Kungawo amandla, avel'eNkosini

Esoda sifike phezulu. Amen.

---

We will worship God together

in heaven.


No comments:

Post a Comment