Pages

Search This Blog

X324 Side sibuye sihlanagane

X324 Side sibuye sihlanagane

9.8.8.9


1 Side sibuye sihlangane,

Wang'uThixo angaanawe,

Akuxhas'  akukhokhele;

Wanga uThixo angaanawe.

---

God is with you.


2 Side sibuye sihlangane,

Eenyaweni zikaYesu;

Side sibuye sihlangane,

Wanga uThixo angaanawe.

---

We are at Jesus feet.


3 Side sibuye sihlagane ,

Wang' uThixo angaanawe. 

Akudlise, akuseze;

Wanga uThixo angaanawe.

---

Let us help each other and feed each other.


4 Side sibuye sihlangane,

Eenyaweni zikaYesu;

Side sibuye sihlangane,

Wanga uThixo angaanawe.

---

We meet again at Jesus' feet.


5 Side sibuye sihlangene,

Wang'uThixo angaanawe,

Kuzo zonk' iingozi zakho;

Wanga uThixo angaanwe.

---

God is with you to save you from dangers.


6 Side sibuye sihlangene,

Eenyaweni zikaYesu;

Side sibuye sihlangene,

Wanga uThixo angaanawe.

---

We are united with Jesus.


7 Side sibuye sihlangane,

Wang' uThixo angaanawe;

Akwambes' uthando lwaKhe;

Wanga uThixo angaanawe .

---

His love is with you.


8 Side sibuye sihlangene,

Eenyaweni zikaYesu;

Side sibuye sihlangene,

Wanga uThixo angaanawe.

---

We are united with God


No comments:

Post a Comment