Pages

Search This Blog

X226 Akukho kugwetywa,

X226 Akukho kugwetywa,
Romans 8:1
6.6.8.6

Akukho kugwetywa,
Kuye okuKristu;
Ongahambi ngokwenyama,
Lodwa ngokoMoya.
---
There is no judgment in Christ.

Akukho kugwetya,
Koxolelw izoono;
Uphumile ekufeni,
Ungen' ebomini.
---
There is no condemnation,
My sins are forgiven,
I have life in Christ.

Akukho kugwetywa,
Kozelwe ngokutsha;
Kuba ukhululwe yena,
Kumandla okoona.
---
There is no more judgment
I'm born again,
We are delivered in God's power.

Akukho kugwetywa,
Kozelwe nguMoya;
Uhamba ekukhanyeni,
Uya ezulwini.
---
There is no condemnation
For those born of the Spirit.
We walk in the light to heaven.

Akukho kugwetywa,
Kongcwalisiweyo;
Othembela egazini,
LoYesu kuuphela.
---
There is no judgment 
for those who trust in Jesus blood.

Thixo onguBawo,
Thixo onguNyana,
Le nyaniso yinqhinele,
Moya oyingNgcwele.  Amen.
---
This is the truth of the Father,
the Son and the Holy Spirit.
Amen.

No comments:

Post a Comment